LYRICS: Anatii – Amadlozi Ft. Lookatups

Anatii – Amadlozi Ft. Lookatups

Anatii Amadlozi Ft. Lookatups Download Lyrics

Anatii Amadlozi Fakaza Lyrics Download. Take a look at this Lyrics delivered to you by this popular artist Anatii dubbed Amadlozi. Featuring Lookatups.

MP3 DOWNLOAD

Full Song Lyrics below:

[Verse 1]

Nd’suk’ eKapa, ndisejozi bathi ndivelaphi? Themba bani? Themba lo, jonga sobe ndiphinde

Thyini! just some love, is all I need. Themba uba ivili, lizophinda lijike

[Hook]

Namadlozi, ndihamba namadlozi, namadlozi, ndihamba namadlozi ndiyingozi

Namadlozi, ndihamba namadlozi, namadlozi, ndihamba namadlozi ndiyingozi

[Chorus]

Thixo somandla, vul’ amasango

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo (siyavuma!)

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo

Thixo somandla, vul’ amasango

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo (siyavuma!)

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo

Nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo nqo

[Verse 2]

Xelel’ uSathana, voetsek! Jamela ndakubetha, baleka, baleka

Pull up to heaven in a jet, chandawa thath’ wine, God likes demi sec

Holy water on my neck, fundisa ezi laaitie irespect (ntlonipho, ntlonipho maan)

As far as I’m concerned, andidlali nazo ezimfene. Idlozi livuka nam ekuseni

Funa ntoni? Ntoni ntoni

Funa ntoni? Ntoni ntoni

Funa ntoni? Ntoni ntoni

Funa ntoni? Ntoni ntoni

Funa ntoni? Ntoni ntoni

Ngubani eMonti? Ighost, ighost, ighost andiboni

Hambe ngale ntoni, hlambе entoni ntoni, hlambe ngale ntoni ntoni, siphеth’ intoni ntoni, sikhwel’ intoni ntoni, sifund’ intoni ntoni, undbuzi intoni ntoni

Sundbiz’ inonsons, suzbizi inkoskazi, sphethe inkonzo, sipheth’ inkozo, babeth’ ivosho, hamba nenkonzo, hayi maan akhonto, hayi maan akhonto, hamba nempepho